Mark 2:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akuko mntu utungela isiziba sencawa engatutyulwanga engutyeni endala; okanye, into entsha efakiweyo iyaṙazula kwendala, siti isiṙoba senzwe sibi ngakumbi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akukho uthungela isiziba somchako omtsha engutyeni endala;okanye ke eso sifakiweyo, sitsha, sokrazula kuyo endala, sibe sibi ngokunye isikroba.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akukho ke uthungela isiziba esitsha engutyeni endala;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kaloku akukho mntu uthungela isiziba esitsha kwisambatho esidala, kuba ukuba uthe wenjenjalo, sofinyela, sisikrazule ngakumbi isambatho eso.