Mark 2:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza yena wati kubo: Anizanga nileseshe na into wayenzayo u‐Davide, okuya wayenokuswela, walamba yena nabo babenaye;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi yena kubo; Anizanga niyilese na into awayenzayo uDavide, oko wayeswele, elambile nokulamba, yena nabo babenaye?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, Anizanga niyilese na into awayenzayo uDavide, oko wayeswele, elambile nokulamba, yena nabo babenaye?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe ke yena kubo: “Anizange nikufunde na awakwenzayo uDavide, mhla walamba engenanto ityiwayo, yena neqela lakhe?