Mark 3:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabuya wangena endlwini yentlanganiso. Kekaloku bekuko kona umntu enesandla esishwabeneyo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya wangena endlwini yesikhungu. Kwaye kukho apho umntu onesandla esomileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya wangena endlwini yesikhungu; Kwaye kukho apho umntu onesandla esomileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphinda uYesu wangena *endlwini yesikhungo. Apho kwakukho umntu owayome isandla.