Mark 3:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ebepilise abaninzi, bada bamxinanela ukuze bamcu̔kumise, kwa bonke abebenezibulawa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba waphilisa babaninzi, ngokokude bathi ngunga phezu kwakhe, ukuze bamchukumise bonke ababenezibetho;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba wayephilise abantu abaninzi; ngokokude bathi ngunga phezu kwakhe, ukuze bamchukumise bonke ababenezibetho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba wayephilise abantu abaninzi, baza bonke abanezifo bathi ngunga phezu kwakhe, ukuze bamchukumise.