Mark 3:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wenyukela entabeni, wabiza abo wabetanda ukubiza bona: basuka baya kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthi ke anyuke intaba, abizele kuye abo abethanda ukubabiza yena ngokwakhe; besuka beza kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Unyuke ke intaba, abizele kuye abo abethanda ukubabiza yena ngokwakhe; beza kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke wenyuka intaba, wabiza abo wayefuna bamlandele. Baya kuye ke,