Mark 3:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo wamisa abalishumi linababini, ukuze babe naye, nokuze abatume ukuba bashumayele,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wadala balishumi elinababini, ukuze babe naye, nokuze abathume baye kuvakalisa ubukumkani bukaThixo,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamisela abalishumi elinababini, ukuze babe naye, nokuba abathume baye kushumayela;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza wamisela abalishumi elinambini awababiza ngokuba *ngabathunywa, ebamisela ukuba babe kunye naye nokuba abathume baye kushumayela,