Mark 3:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Sati isihlwele sabuya sabutana, bada bakohlwa nokutya isonka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi beze ekhaya; kubuye kubuthelane izihlwele, ngokokude bangabi nako nokudla isonka.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwabuya kwahlanganisana isihlwele, ngokokude bangabi nakutya isonka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke wangena endlwini, kwaza kwakhona kwabuthelana isihlwele. Kwakuxinene kangangokuba yena nabafundi bakhe bangabi nako nokutya oku.