Mark 3:26 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
No‐Satane ukuba uyazisukela, apambane ngokwake, akangeme, uza kugqityelwa ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
noSathana, ukuba uthe wazichasa ngokwakhe, wahlulelana yedwa, akanako ukuma, uphelile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
NoSathana, ukuba uthe wazichasa ngokwakhe, wahlulelana yedwa, akanako ukuma, uphelile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
NoSathana ke, ukuba uvukelana noSathana, uya kuphanza angabikho.