Mark 3:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokwenene nditi kuni: Zonke izono baya kuxolelwa zona onyana babantu, nezigxeko abasukuba begxeka ngazo;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Inene ndithi kuni, Zonke izono baya kuzixolelwa oonyana babantu, kwanezinyeliso abasukuba benyelisa ngazo;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Inene ndithi kuni, Zonke izono baya kuzixolelwa oonyana babantu, kwanezinyeliso abasukuba benyelisa ngazo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Inene, baya kuzixolelwa zonke izono oonyana babantu, kwanezinyeliso abasukuba benyelisa ngazo;