Mark 3:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bandula beza abazalwana bake nonina, abati bemi ngapandle batuma kuye, bembiza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bafika ke kaloku abazalwana bakhe nonina; bathi, bemi ngaphandle, bathumela kuye bembiza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bafika ngoko abazalwana bakhe nonina, bema ngaphandle, bathumela kuye bembiza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwafika abantakwabo-Yesu kunye nonina, baza bathi, bemi ngaphandle, bayaleza ukuba makabizwe.