Mark 3:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza waxelela abadisipile bake, ukuba mawuti umkombe umhlalele kufupi ngenxa yesihlwele, ukuze bangamxinezeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kubafundi bakhe, umkhonjana mawuhlale umlindile ngenxa yezihlwele, ukuze bangamxini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza wathi kubafundi bakhe, umkhonjana umlinde ngenxa yendimbane, hleze bamxinzelele phantsi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kubafundi bakhe mabamlungiselele isikhitshana, hleze axinwe sisihlwele,