Mark 4:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kubo: Kunikiwe nina ukwazi imfihlakalo yobukumkani bukatixo: kodwa abo bangapandle, benzelwa zonke ezizinto ngemizekeliso;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kubo, Nikuphiwe nina ukuyazi imfihlelo yobukumkani bukaThixo; ke kwabo bangaphandle zonke izinto ezi zibakho ngemizekeliso;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke kubo, Nikuphiwe nina ukuyazi imfihlelo yobukumkani bukaThixo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kubo: “Nikuphiwe nina okokuba niyazi indlela yokulawula kukaThixo, kodwa abo bangakuphiwanga baziva ngemizekeliso nje zonke ezi zinto;