Mark 4:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kanti abanangcambo pakati kwabo, koko besenza umzuzu kodwa; kwandule kuti, kwakuhla imbandezelo umhlaumbi intshutshiso ngenxa yelizwi, basuke baxakaniswe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
babe bengenangcambu ngaphakathi kwabo, beme umzuzwana kodwa; bathi kamva, kwakuhla imbandezelo, nokuba yintshutshiso, ngenxa yelizwi, bakhutyekiswe kwaoko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
babe bengenangcambu ngaphakathi kwabo, beme umzuzwana kodwa; bathi kamva, kwakuhla imbandezelo, nokuba yintshutshiso, ngenxa yelizwi, bakhutyekiswe kwaoko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa babe bengenazingcambu zendeleyo, beme umzuzwana kuphela; bathi emva koko, kwakufika imbandezelo okanye intshutshiso ngenxa yelizwi, boyisakale kwangoko.