Mark 4:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kubo: Sika siziswe isibane na, ukuze sibekwe pantsi kwento yokulinganisa umhlaumbi pantsi kwoku̔ko? asi ziswa na ukuze sibekwe pezu kwekandelare?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayesithi kubo, Isibane esi sikha siziswe ukuze sibekwe ngaphantsi kwesitya yini na, nokuba kuphantsi kwesingqengqelo?Asiziswa na ukuze sibekwe esiphathweni saso?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayesithi kubo, Isibane esi sikha siziswe ukuze sibekwe ngaphantsi kwesitya yini na, nokuba kuphantsi kwesingqengqelo? nengabekwa phezu kwesiphatho sezibane?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakhona uYesu wathi kubo: “Ngaba isibane sikhe siqutyudelwe ngethunga okanye sifakwe phantsi kwebhedi na? Asixhonywa endaweni yaso yini na?