Mark 4:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kungeko nto efihlakeleyo, engayi kubonakaliswa; kanjako bekungafihlwa nto, kupela ukuba ize ekuhleni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba akukho nto ifihlakeleyo ingayi kubonakaliswa;kananjalo akubangakho nto ifihliweyo ingafihlelwa ukuba ize ekuhleni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akukho nto ifihlakeleyo ingayi kubonakala; kananjalo akubangakho nto ifihliweyo ingafihlelwa ukuba ize ekuhleni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku akukho nto ifihlakeleyo ingayi kude ityhilwe; kananjalo akukho nto ifihliweyo ingayi kude ivele.