Mark 4:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba osukuba enako, kuya kupiwa yena; kanti ongenako, uya kuhlutwa kwa oko anako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba osukuba enako uya kunikwa, nongenako uya kuhluthwa kwanoko anako.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba osukuba enako, uya kunikwa; nosukuba engenako, uya kuhluthwa kwanoko anako.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lowo sukuba enolutho uya kunikwa, athi lowo ungenanto ahluthwe kwanaloo nto anayo.”