Mark 4:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti: Bunjalo ubukumkani bukatixo, njengokungati umntu waposa imbewu emhlabeni,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayesithi, Ubukumkani bukaThixo bunjengokuba abengathi umntu aphose imbewu emhlabeni;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke, Ubukumkani bukaThixo bunjengokuba abengathi umntu aphose imbewu emhlabeni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakhona uYesu wathi: “Ukulawula kukaThixo kunokufaniswa nokuthi umntu ahlwayele imbewu entsimini,