Mark 4:28 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba umhlaba uvelisa isiqa̔mo ngokwawo; sibe sisitombo ukuqala, kwandul’ ukuba sisikwebu, iti kamva ibe yinqolowa ezalisekileyo esikwebini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba umhlaba uvelisa iziqhamo ngokwawo, kuqala ibe likhaba, ize ibe sisikhwebu, ize ibe yingqolowa ezalisekileyo esikhwebini;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba umhlaba uvelisa iziqhamo ngokwawo; kuqala ibe likhaba, kwalandela isikhwebu, ize ibe yingqolowa ezalisekileyo esikhwebini;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku umhlaba uvelisa iziqhamo ngokwawo: kuqala iba likhaba, ize ibe yindubulo, ize ibe sisikhwebu esivuthiweyo.