Mark 4:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa uti, xeshekweni sibonxile isiqa̔mo, asuke afake iṙenqa, ngokuba selifikile ixesha lokuvuna.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
athi ke, xa sithe savuthwa isiqhamo, alifake kwaoko irhengqa, ngokuba kusekusondele ukuvuna.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa sithe savuthwa isiqhamo, alifake kwaoko irhengqa, ngokuba kusekusondele ukuvuna.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa ke ithe yavuthwa ingqolowa, ingenwa ngerhenqe kwangoko, kuba ixesha lokuvuna lifikile.”