Mark 4:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Pulapulani! Bona ke, umhlwayeli wapuma ukuya kuhlwayela;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Phulaphulani; yabonani, umhlwayeli waphuma waya kuhlwayela;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Phulaphulani; Yabona, umhlwayeli waphuma waya kuhlwayela;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Kwakukho umhlwayeli owaphuma waya kuhlwayela.