Mark 4:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti: Sobufanisa nanto nina ubukumkani bukatixo? umhlaumbi sobuzekelisa ngomzekeliso omnina?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayesithi, Siya kubufanekisa nantoni na ubukumkani bukaThixo? Siya kubuzekelisa ngamzekeliso mni na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke, Siya kubufanekisa nantoni na ubukumkani bukaThixo? Siya kuthelekisa ngamzekeliso mni na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakhona uYesu wathi: “Singakufanekisa nantoni na ukulawula kukaThixo? Singakuzekelisa ngamzekeliso mni?