Mark 4:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kanti xeshekweni luhlwayelweyo luyahluma, luze lube lukulu kuyo yonke imifuno, lwenze namasebe amakulu, zide ziti intaka zezulu zibe nako ukuba zingahlala ngapantsi kwomtunzi walo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
luthi ke, xa luthe lwahlwayelwa, lukhule lube lukhulu kuyo yonke imifuno, lwenze amasebe amakhulu, ngokokude iintaka zezulu zibe nako ukuhlala phantsi komthunzi walo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
luthi ke, xa luthe lwahlwayelwa, lukhule lube lukhulu kuyo yonke imifuno, lwenze amasebe amakhulu, ngokokude iintaka zezulu zibe nako ukuhlala phantsi komthunzi wawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kodwa xa luthe lwatyalwa, lukhula lube lukhulu kunazo zonke izityalo, lube namasebe amakhulu kangangokuba iintaka zibe nokwakhela iindlwane zazo kuwo zisemthunzini.”