Mark 4:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU kwa ngalomini, kwakuba kuhlwile, wati kubo: Masiwele siye ecaleni elingapesheya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi kubo kwangaloo mini, kwakuhlwa, Masiwele siye ngaphesheya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwangaloo mini kwakuhlwa, athi kubo, Masiwele siye ngaphesheya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwangaloo mini ngokuhlwa uYesu wathi kubafundi bakhe: “Masiwele siye ngaphesheya koLwandle lwaseGalili.”