Mark 4:36 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bati bakuba besindulule isihlwele, bamtabata nabo njengokuba ebenjalo enqanaweni. Kwaye kuko naye nezinye inqanawa ezincinane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Besindulule isihlwele, bamthabatha esemkhombeni njalo;kwaye ke kukho eminye imikhonjana inaye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Basindulula isihlwele, bamthabatha esemkhombeni ngoko. Kwaye ke kukho eminye imikhonjana inaye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Basishiya ke isihlwele, bemka noYesu esesikhitshaneni apho, kukho nezinye izikhitshana.