Mark 4:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kubo: Yinina ukuba ninobugwala obungakanana? kunganina lento ningenalo ukolo?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kubo, Yini na ukuba nibe nje, ukuba ngamagwala?Kutheni na, le nto ningenalukholo?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kubo, Yini na ukuba nibe nje, ukuba ngamagwala? Yini na ukuba ningabi nalukholo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke wathi kubo: “Yini na ukuba noyike kangaka? Kutheni ukuba ningakholwa?”