Mark 4:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yawa nenye endaweni yemitolo; yaza imitolo yahluma, yayitshwencisa, ayanika siqa̔mo ke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yimbi yawa emithaneni enameva; yakhula imithana enameva yayiminxa; ayanika siqhamo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yimbi yawa phakathi kwemithana enameva, yaza imithana enameva yakhula, yayiminxa, ayaba nasiqhamo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Enye yawa endaweni enokhula, olwathi lwakukhula, lwayiminxa, ayaba nasiqhamo.