Mark 5:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Yesu akamvumela, koko wati kuye: Hamba uye endlwini yako, kwabakowenu, ubashumayeze izinto ezingakanana inkosi ikwenzele zona; nokuba ibinetaṙu kuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa uYesu akamvumelanga. Usuke wathi kuye, Hamba, uye endlwini yakho kwabakowenu, ubabikele oko zingako ukuba zinkulu izinto ekwenzele zona iNkosi, yaba nenceba engaka kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa uYesu akamvumelanga. Usuke wathi kuye, Hamba, uye endlwini yakho kwabakowenu, ubabikele oko zingako ukuba zinkulu izinto ekwenzele zona iNkosi, yaba nenceba kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa akamvumelanga; koko wathi kuye: “Goduka, ubaxelele abakowenu oko ikwenzeleyo iNkosi: inceba engaka!”