Mark 5:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wemka waqala ukushumayela e‐Dekapolisi izinto ezingakanana abemenzele zona u‐Yesu: bati nqa ke bonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wemka, waqala ukuzivakalisa eDekapoli oko zingako ukuba zinkulu izinto uYesu abemenzele zona; bamangaliswa bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wemka, waqala ukuzivakalisa eDekapoli oko zingako ukuba zinkulu izinto uYesu abemenzele zona; bamangaliswa bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wemka ke, wakuxela kummandla weeDolophu eziliShumi oko uYesu wayemenzele kona. Bamangaliswa bonke abantu.