Mark 5:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza, bona ke, kwafika omnye wabapati bendlu yentlanganiso, ogama lalingu‐Yahire, owati akumbona, wawa ngasezinyaweni zake,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kubonakele kusiza omnye wakubaphathi bendlu yesikhungu, ogama linguYayiro; athi akumbona, awe ezinyaweni zakhe,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwabonakala kusiza omnye wakubaphathi bendlu yesikhungu, ogama linguYayiro; Uthe ke akumbona, wawa ezinyaweni zakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwathi ke kwafika igosa lendlu yesikhungo, eligama linguJayiro, elathi lakumbona, lakhahlela,