Mark 5:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wambongoza kakulu, esiti: Intombazana yam ipants’ ukufa; Nditandaza ukuba uze ubeke izandla zako pezu kwayo, ukuze ipiliswe, yaiya kupila.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ambongoze kunene, esithi, Intombazana yam isindekile;khawuze uzibeke izandla phezu kwayo, ukuze isindiswe; yophila.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wambongoza kakhulu, esithi, Intombi yam igulela ukufa; khawuze ubeke izandla phezu kwayo, ukuze iphile; yophila ke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
laza lambongoza, lisithi: “Intombi yam isindekile. Khawuze ubeke izandla zakho phezu kwayo, ukuze ichache, iphile.”