Mark 5:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ebesiti: Ukuba ndika ndicu̔kumise ingubo zake zodwa, ndiya kupiliswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba ibisithi, Ukuba ndithe ndachukumisa neengubo zakhe ezi, ndosindiswa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba ibisithi, Ukuba ndithe ndachukumisa neengubo zakhe ezi, ndosindiswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba wayesithi: “Ukuba ndithe ndachukumisa nokuba yingubo yakhe le, ndophila.”