Mark 5:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka watsha kwa oko umtombo wegazi lake, wazazela ngomzimba wake ukuba upilisiwe kwesosibulawa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Watsha kwaoko umthombo wegazi layo; yeva emzimbeni wayo ukuba iphilisiwe kweso sibetho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Watsha kwaoko umthombo wegazi layo; yeva emzimbeni wayo ukuba iphilisiwe kweso sibetho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lanqamka kwangoko igazi, waziva emzimbeni wakhe ukuba uphilile kweso sifo.