Mark 5:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waselesiti u‐Yesu, enakene pakati kwake ukuba amandla apumile kuye, wajikela ngasesihlweleni, wati: Ngubanina owacu̔kumisa ingubo zam?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYesu, ethe kwaoko wawazi ngaphakathi kwakhe amandla aphume kuye, wajika esendimbaneni, wathi, Ngubani na ochukumise iingubo zam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYesu, ethe kwaoko wawazi ngaphakathi kwakhe amandla aphume kuye, wajika esendimbaneni, wathi, Ngubani na ochukumise iingubo zam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko nangoko uYesu waqonda ukuba kukho amandla aphumileyo kuye, wabheka ngasemva esendimbaneni apho, wathi: “Ngubani lo uchukumise ingubo yam?”