Mark 5:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba ebekonxiwe futi ngamakamandela nangemixokelelwane, yasuka yaqaulwa nguye imixokelelwane, aqekezwa namakamandela, kwaza akwabiko mntu obenamandla okumoyisa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ngenxa yokuba wayebotshwe futhi ngamakhamandela nangemixokelelwane, asuke ayijace yena imixokelelwane, awakroboze namakhamandela; kwaye kungekho bani unamandla okumdambisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba wayebotshwa futhi ngamakhamandela nemixokelelwane, asuke amatyathanga asuke asuke akhe, awakroboze namakhamandela;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayemana ebotshwa ngamakhamandela nangamatyathanga, kodwa awaqhawule amatyathanga, awakroboze namakhamandela. Kwakungekho bani unako ukumthoboza.
Recommended Reading