Mark 5:41 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabamba isandla somntwana, wati kuye: Talita, kumi! okukuti ngokukunyushwa: Ntombazana, nditi kuwe, vuka!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ambambe ngesandla umntwana, athi kuye, Talita, kumi; oko kukuthi, ngentetho evakalayo, Ntombazana, ndithi kuwe, Vuka!
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayibamba ngesandla intombazana leyo, wathi kuyo, Talita, kumi; oko kukuthi ngentetho evakalayo, Ntombazana, ndithi kuwe, Vuka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke wambamba ngesandla umntwana, wathi kuye: “Talita, kum;” oko kukuthi: “Ntombazana, vuka!”