Mark 5:42 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yaselisuka ke intombazana leyo, yahamba; ngokuba ibilishumi elinesibini iminyaka yayo. Bamangaliswa ke ngokumangaliswa okukulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yavuka kwaoko intombazana leyo, yahambahamba; kuba ibiminyaka ilishumi elinamibini izelwe. Bathi nqa ngokuthi nqa okukhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yavuka kwaoko intombazana leyo, yahambahamba; kuba ibiminyaka ilishumi elinamibini izelwe. Bathi nqa ngokuthi nqa okukhulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yavuka kwangoko intombazana leyo, yahamba-hamba. (Yayineminyaka elishumi elinambini izelwe.) Bamangaliswa abantu, bakhwankqiswa.