Mark 5:43 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabayala kakulu, ukuba makungaziwa mntu oku; wati kanjalo waxela ukaba inikwe ukudla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabayala kakhulu ukuba kungaziwa mntu oku; watsho nokuthi, mayiphiwe idle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabayala kakhulu ukuba kungaziwa mntu oku; wathi mayiyinikwe idle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wabayala kakhulu ukuba bangaxeleli mntu, waza wathi mayinikwe into etyiwayo intombazana leyo.