Mark 5:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wadanduluka ngelizwi elikulu, wati: Ndiyinto nina kuwe, Yesu, Nyana katixo opezu konke? ndikufungisa utixo, zungandimbeli!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
wakhala ngezwi elikhulu, wathi, Yini na enam nawe, Yesu, Nyana kaThixo Osenyangweni? Ndiya kufungisa uThixo ukuba ungandithuthumbisi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wadanduluka ngezwi elikhulu, wathi, Yintoni na enam nawe, Yesu, Nyana kaThixo Osenyangweni? Ndikufungisa uThixo, ukuba ungandithuthumbisi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
wakhala kakhulu, wathi: “Ufuna ntoni na kum, Yesu, Nyana kaThixo uPhezukonke? Funga uThixo ukuba akuyi kundithuthumbisa.”