Mark 5:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ebesiti kuye: Puma emntwini, wena moya onco̔lileyo!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ebethe kuye, Phuma emntwini apho, moyandini ungcolileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ebethe kuye, Phuma emntwini apho, moyandini ungcolileyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayesitsho kuba uYesu wayethe kuye: “Phuma kuloo mntu, ndimonindini.”