Mark 6:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kubo: Apo nisukuba ningena kona endlwini, hlalani apo nide nimke kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayesithi kubo, Apho nithe nangena endlwini, hlalani khona nide nimke kuloo ndawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayesithi kubo, Apho nithe nangena endlwini, hlalani khona nide nimke kuloo ndawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaphezu koko wathi kubo: “Kuloo ndlu nithe naya kungena kuyo, hlalani kuyo nide nimke kuloo dolophu.