Mark 6:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ebete u‐Herodi ngokwake watuma wambamba u‐Johane, wamnxiba entolongweni, ngenxa ka‐Herodiya, umfazi ka‐Filipi umninawe wake, ukuba ebemzekile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uHerode ngokwakhe wabethe wathuma, wambamba uYohane, wambopha entolongweni, ngenxa kaHerodiya, umfazi kaFilipu umzalwana wakhe; kuba ebemzekile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uHerode ngokwakhe wabethe wathuma, wambamba uYohane, wambopha entolongweni, ngenxa kaHerodiya, umfazi kaFilipu umninawa wakhe; kuba ebemzekile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuba uHerode ngokwakhe wayethumele ukuba abanjwe uYohane, afakwe entolongweni. UHerode wakwenza oku ngenxa kaHerodiya awayethe wamzeka nangona angumka-Filipu, umninawe wakhe.