Mark 6:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba u‐Johane ebesiti ku‐Herodi: Akufanelekile kuwe ukuba ube nomfazi womninawe wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba wayesithi uYohane kuHerode, Akuvumelekile ukuba ube nomfazi womzalwana wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba wayesithi uYohane kuHerode, Akuvumelekile ukuba ube nomfazi womzalwana wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uYohane wayethe kuHerode: “Akuvumelekanga ukuba umthathe umfazi womntakwenu.”