Mark 6:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Herodiya wanenzondo ngakuye, wafuna ukumbulala; kanti ebekohliwe:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uHerodiya waba nenqala ngakuye, wafuna ukumbulala; kodwa akabanga nako;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku uHerodiya waba nenqala ngakuye, wafuna ukumbulala; kodwa akabanga nako:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UHerodiya ke wamxhiba, wazungula ukumbulala. Kodwa wayengenako,