Mark 6:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba u‐Herodi ebemoyika u‐Johane, emazi ukuba uyindoda elungileyo nengcwele, wamgcina ke; wati akumva, wenza izinto ezininzi, wamva ngokuvuya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba uHerode wayemoyika uYohane, emazi ukuba uyindoda elilungisa, engcwele, wayemgcinile; wayesithi ke akumva, enze iindawo ezininzi, amve kamnandi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kuba uHerode wayemoyika uYohane, emazi ukuba uyindoda elilungisa, engcwele, wayemgcinile; wayesithi ke akumva, enze iindawo ezininzi, amve kamnandi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kuba uHerode wayemoyika uYohane, emazi ukuba uyindoda elungileyo, engcwele, waza wambeka elugcinweni. UHerode wayethanda ukumphulaphula uYohane, nangona wayedideka kakhulu akumva.