Mark 6:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waba lusizi kakulu ke ukumkani lowo; kodwa, ngenxa yesifungo sake nabo babehleli ekutyeni ndawonye naye, akatanda ukuyibandeza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waba buhlungu kakhulu ukumkani; noko, ngenxa yezifungo zakhe, nangenxa yabo babehleli ndawonye naye, akathandanga kuyilandulela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukumkani waba buhlungu kakhulu; noko, ngenxa yesifungo sakhe, nangenxa yabo babehleli ndawonye naye, akathandanga kuyilandulela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waba buhlungu kakhulu ukumkani, kodwa akabanga nakulandula, kuba wayefunge phambi kwabo bonke ababesethekweni.