Mark 6:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza ukumkani waseletuma umvaṙashi, wayalela ukuba kuziswe intloko yake. Wapuma ke waya wamnqumla intloko entolongweni apo,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe kwaoko ukumkani wasusa umsiki, wamthethela ngelithi, mayiziswe intloko yakhe. Wesuka waya ke lowo, wamnqumla intloko entolongweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukumkani ke wasusa umsiki, wamthethela ngelithi, mayiziswe intloko yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwangoko ke ukumkani wathuma umxhomi, emyalela ukuba azise intloko kaYohane. Waya ke, wamnqumla intloko entolongweni apho,