Mark 6:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wayizisa intloko yake pezu kwesikotile, wayinika kwintombazana leyo; yaza intombazana yayinika kunina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wayizisa intloko yakhe ngesitya, wayinika intombazana leyo;yaza intombazana yayinika unina.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayizisa intloko yakhe ngesitya, wayinika intombazana leyo; yaza intombazana yayinika unina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waza wayizisa ngesitya intloko yakhe, wayinika intombi leyo; yaza yona yayinika unina.