Mark 6:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
lo asi nguye na oyincibi yemiti, unyana ka‐Mariya, umzalwana ka‐Yakobi, no‐Jose, no‐Jude, no‐Simone? abako na nodade bake apa kuti? Baza baxakaniswa ngaye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lo akayiyo na ingcibi yokwakha, unyana kaMariya, umzalwana ke kaYakobi noYose noYuda noSimon? Noodade babo abakuthi apha na? Baye bekhubeka kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lo akayiyo na ingcibi yokwakha, unyana kaMariya, umzalwana ke kaYakobi noYose noYuda noSimon? Noodade wabo abakho kuthi na apha? Baye bekhubeka kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo akanguye na umchweli, unyana kaMariya, umntakwabo-Yakobi noYose noJuda noSimon? Noodade wabo abakho na apha phakathi kwethu?” Ngenxa yale nto ke bambukula.