Mark 6:33 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zati izihlwele zababona behamba, bamazi ke abaninzi, babalekela kona ngenyawo bevela kuzo zonke izixeko, babapangela, beza kunye kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Isihlwele sababona bemka bathi abaninzi bamazi, babalekela khona ngeenyawo, bevela kuyo yonke imizi; babaphangela, bathuthelana kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Isihlwele sababona bemka bathi abaninzi bamazi, babalekela khona ngeenyawo, bevela kuyo yonke imizi; babaphangela, bathuthelana kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Babonwa besimka, baza baziwa ngabaninzi. Bathi ke abantu, bevela kuzo zonke iidolophu, bakhawuleza baya khona ngeenyawo, bafika ngaphambi kwabo.