Mark 6:35 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku sekudlule ixesha elikulu nje, beza kuye abadisipile bake, bati: Lendawo ilubala; ixesha seliza kumka kanjalo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuthi kwakubon ukuba seyihambile kakhulu imini, beze kuye abafundi bakhe, bathi, Le ndawo iyintlango, nemini seyihambile kakhulu;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakubon’ ukuba seyihambile kakhulu imini, beza kuye abafundi bakhe, bathi, Le ndawo iyintlango, nemini seyihambile kakhulu;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lakuba limkile ixesha, abafundi bakhe beza kuye, bathi: “Le ndawo ayinamizi, nexesha selimkile;